Ndokulandela Testo

Testo Ndokulandela

Phambi kwabantu bonke, mna ndiyafunga,
uba bom' endibuphila ndibushiya emva.
lemini isisi'phawulo iyah ndiyazazisa, andisenguye mna lo ndandinguye.
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na,
ndokuhamba nawe zonke imini zobomi bam.
Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho,
andisenawo wona amandla,
ndincede bawo uzundamukele uyikhombe indlela ukuze ndihambe
Ndokulandela wena noma wena uyaphi na,
ndokuhamba nawe zonke imini zobomi bam
Izwe lingangijekela,
Bantu bangiflathele, mna andijiki ndoku... ndokulandela
Ndokulandela wena noma wena uyaphi na,
ndokuhamba nawe zonke imini zobomi bam